Kishore Kumar Hits

Flash Ikumkani - Ndiyazile lyrics

Artist: Flash Ikumkani

album: Ndiyazile


Ndiyazile
Ba lizofika elixesha
Ndizamile
Ukuba ngothandiweyo kuwe
Ndizamile ukuba ndibeke ithemba lami kuwe
Xandithanda wena
Wena uthanda yena
Kutheni xandisondela kuwe ubuye umva
Ndikubonisile ba ndifuna wena awboni
Kant ufuna ndenzeni mna ay andsazi
Kant ufuna ndenzeni mna ay andsazi
Xandithanda wena
Wena uthanda yena
Xandifuna wena
Wena ufuna yena
Xandithanda wena
Wena uthanda yena
Xandifuna wena
Wena ufuna yena
Ndzokuxelela inyani
Ndonwaba xandihleli naye
Bendingenalwazi
Lento ndizoyiqala ngaphi
Ndyafuna ukubanawe
Kodwa xandinawe syaxabana oko oko
Akusafani
Syaphikisana syatyholana okoko
Yingakho xandisondela kuwe ubuye umva
Ndikubonisile uba ndifuna wena awboni
Yeka ukundyanzela
Uhlala undifaka i pressure
Mna ndifuna yena
Ndcela ume wena
Ndiyazile
Ba lizofika elixesha
Ndizamile
Ukuba ngothandiweyo kuwe
Ndizamile ukuba ndibeke ithemba lami kuwe
Xandithanda wena
Wena uthanda yena
Kutheni xandisondela kuwe ubuye umva
Ndikubonisile ba ndifuna wena awboni
Kant ufuna ndenzeni mna ay andsazi
Kant ufuna ndenzeni mna ay andsazi
Xandithanda wena
Wena uthanda yena
Xandifuna wena
Wena ufuna yena
Xandithanda wena
Wena uthanda yena
Xandifuna wena
Wena ufuna yena

Поcмотреть все песни артиста

Other albums by the artist

Similar artists