Kishore Kumar Hits

Thalie MaMbooica - Jabula lyrics

Artist: Thalie MaMbooica

album: Jabula (Remix)


You are now checking out chief
Ndiwile
Ndavuka
Ndiwile ndsazam' unyuka
Ndabona
Ndafunda
Ndanqoba
Ndakhula
Ndifundile kwimpazamo zam
Ndikhalile kwindlela zam
Ndaphalaza zonk' intlungu zam
Ndalaxaza noloyiko lwam
Ay yay yay yay yay yay yay nwabela owangakwenu
Yonwaba ba lisekhona ithemba nakokwenu
Ndiyanyuka
Jabula
Xaklunga
Ndyabuya
Ay yay yay yay yay yay yay nwabela owangakwenu
Yonwaba ba lisekhona ithemba nakokwenu
Ndiyonyuka
Jabula
Xaklunga
Ndyabuya
Ndizbona ndikhula ngenkan
Andnanto ndikhangel'ulwazi
Ubomi ndibfunde ngenkan
Ngenxa yotshintsho oluvele ndingenanto
Ndiz'bone send'lapha namhla
Ndyatshisa ndinjenge lava
Bazam'ukundcisha ngamanzi
Kodwa abazi ndigezwe ngolwandle
Ndicelumzuzwana nje
Ixesha lobulel' u Makhulu wam
No mama wam
No makaz wam
Nabo sis bam
Tatomkhul wam
Bo mzala bam
O antie bam
No tata wam
Ne chomi zam
Neqembu lam
Balandeli bam
No Thixo ngokundkhanyisel indlela zam
Ay yay yay yay yay yay nwabela owangakwenu
Yonwaba ba lisekhona ithemba nakokwenu
Ndyanyuka
Jabula
Xaklunga
Ndyabuya
Ay yay yay yay yay yay nwabela owangakwenu
Yonwaba ba lisekhona ithemba nakokwenu
Ndyanyuka
Jabula
Xaklunga
Ndyabuya

Поcмотреть все песни артиста

Other albums by the artist

Similar artists