Kishore Kumar Hits

De Mogul SA - Ungowam (feat. Ami Faku) lyrics

Artist: De Mogul SA

album: Ungowam (feat. Ami Faku)


Oh-ohhh
Thata nas'isandla sam
Khauleza
Ndikhokhele kwi inhliziyo yakho
Andithi uyavuma (Khauwenze)
Wanes'uthando (Khauwenze)
Emphefumlweni wam ndonwabile
Ndiyakudinga (Khauwenze)
Ndiyakufuna (Khauwenze)
Ndivakalelwe
Nguwe baby
Kudala
Ndiphep'uthando
Kwati kovela
Wena
Ndabon'uba ungowami
Ungowam
Kudala
Ndiphep'uthando
Kwati kovela
Wena
Ndabon'uba ungowam
Ungowam
Enyanisweni
Ufana nje
Nenkanyezi
Umsulwa kumu
Ndikhanyiselwe ngophezulu
Andithi uyavuma (Khauwenze)
Wanes'uthando (Khauwenze)
Emphefumlweni wam ndonwabile
Ndiyakudinga (Khauwenze)
Ndiyakufuna (Khauwenze)
Ndivakalelwe
Nguwe baby
Kudala
Ndiphep'uthando
Kwati kovela
Wena
Ndabon'uba ungowami
Ungowam
Kudala
Ndiphep'uthando
Kwati kovela
Wena
Ndabon'uba ungowam
Ungowam
Ndikunige lonke
Andithi uyavuma
Wanes'uthando
Emphefumlweni wam ndonwabile
Ndiyakudinga
Ndiyakufuna
Ndivakalelwe
Nguwe baby
Kudala
Ndipheph'uthando
Kwati kovela
Wena
Ndabon'uba ungowam
Ungowam

Поcмотреть все песни артиста

Other albums by the artist

Similar artists