Kishore Kumar Hits

Joyous Celebration - Umoya Wami - Live lyrics

Artist: Joyous Celebration

album: Joyous Celebration 26: Joy (Live At The Joburg Theatre)


Umoya wam, uyakubabaza wena
Uthanda wena Nkosi Msindisi
Mphefumlo wam ufun'umdali wawo
Ubiza wena njalo nje
Umoya wam, uyakubabaza wena
Uthanda wena Nkosi Msindisi
Mphefumlo wam ufun'umdali wawo
Ubiza wena njalo nje
Inhliziyo yam igcwala intokozo
Uma ngizwa igama lakho
Ngiyaphila uma wena unami
Umlomo wam udumisa wena
Inhliziyo yam igcwala intokozo
Uma ngizwa igama lakho Jesu
Ngiyaphila uma wena unami
Umlomo wam udumisa wena
Umoya wam
Uculel'uJesu
Umoya wam
Wohlal'ukuJesu
Moya wami
Wohlal'ukudumisa
Umoya wam umoya wam
Umoya wam umoya wam
Umoya wam umoya wam
Umoya wam umoya wam
Umoya wam umoya wam
Umoya wam
Uculel'uJesu
Umoya wam
Wohlal'ukuJesu
Moya wami
Wohlal'ukudumisa
Umoya wam umoya wam
Umoya wam umoya wam
Umoya wam umoya wam
Umoya wam umoya wam
Umoya wam umoya wam
Umoya wam umoya wami
Umoya wam uculela Jesu

Поcмотреть все песни артиста

Other albums by the artist

Similar artists