Kishore Kumar Hits

Zahara - Iphupho Lam’ lyrics

Artist: Zahara

album: Nqaba Yam


Ndinephupho ngezinto endingazaziyo
Kodwa ngeny'imini zizophumelela
Ndizalwe ndiyintombi yasebukhosini
Ndiyazidla ngenxa yakho
Empilweni ndizophumelela ngenxa yakho
Ndiyabulele enkosi kuwe
Ndibalekela kuwe
Undenza msulwa (aah aah)
Nob' umhlaba ungasohlukanisa (aah aah)
Phupho lwam dibana nam
Xa ukhona kuyenzeka (ngeny'imini as I'm breathing)
Phupho lwam dibana nam
Xa ukhona kuyenzeka (ngeny'imini as I'm breathing)
Ndibalekela kuwe
Undenza msulwa (aah aah)
Nob' umhlaba ungasohlukanisa (aah aah)
Ndinephupho ngezinto endingazaziyo
Kodwa ngeny'imini zizophumelela
Ndizalwe ndiyintombi yasebukhosini
Ndiyazidla ngenxa yakho
Ndibalekela kuwe (aah aah)
Ngoku undenza msulwa (aah aah)
Nob'umhlaba ungasohlukanisa
Phupho lam khawudibane nam (dibana nam)
Xa ndihlangene nawe (xa ukhona, ngeny'imini as I'm breathing) kuyenzeka
Phupho lami hlangana nam (dibana nam)
Xa ndidibene nawe kuyenzeka (xa ukhona kuyenzeka) (ngeny'imini as I'm breathing)
Phupho lwam dibana nam
Dibana nami (xa ukhona, aah, aah) kuzokwenzeka

Поcмотреть все песни артиста

Other albums by the artist

Similar artists