Kishore Kumar Hits

Zonke - Oko - Bass N Beat-Mix lyrics

Artist: Zonke

album: Oko (Bass N Beat-Mix)


Wandenz'umuntu
Wandenz'owakho
Wandenza mkhulu
Wandenz'iqhawe
Yena uhlala nam
Sijonga'emehlweni
Wandiph'intliziyo ethamileyo
Kodwa yomelele yona
Okoko okoko eduze nam
Oko umane undisebezela to the sky (To the sky)
Okoko okoko eduze nam
Oko umane undisikelela through it all
All the time (Okoko okoko)
Okoko
Okoko
Wandez'ithemba labaninzi
Wathi ndiyakwethemba
Wandezel'ityholo
Tyholo lam elingasoze lafa
Angeke ndizisuse kuwe wena
Themba lam
Asoze ndizisuse kuwe
Wena mezi wam
Okoko okoko eduze nam
Oko umane undisebezela to the sky (To the sky)
Okoko okoko eduze nam
Oko umane undisikelele through it all
All the time (Okoko okoko)
Lok'ixesha (Okoko)
Lok'ixesha (Okoko)
Okoko (Onk'amaxesha)
Okoko (Okoko)
Okoko (Onk'amaxesha)
Okoko (Onk'amaxesha)

Поcмотреть все песни артиста

Other albums by the artist

Similar artists