Kishore Kumar Hits

Blanka Mazimela - Phezulu - Niko Schwind Remix lyrics

Artist: Blanka Mazimela

album: Phezulu (Remixes)


Xabendibu xabendibuza sengithi andimazi umntu onjengayo
Xabendibuza sengithi andimazi umntu onjengayo
Xabendibuza sengithi andimazi umntu onjengayo
Sengithi andimazi umntu onjengaye
Xabendibuza sengithi andimazi umntu onjengayo
Xabebuza ndizothi andimazi
Ubona inyaniso ebusweni
Uyibon' imsulwa
Jonga lendlela inde kwaye imnyama
Jonga lendlela inamajiko jiko
Jonga lendlela ingakulahli
Eh eh ey
Jonga lendlela ingaku gqithi
Jonga lendlela ihamba abantu
Bona bayaphela kodwa yona inde kwaye imnyama
Ayinasiphela
Jonga phezulu ubon' amafu amhlophe qwa
Jonga phezulu jonga phezulu
Jonga phezulu jonga phezulu
Jonga phezulu
Jonga phezulu ubon' amafu amhlophe qwa
Xabendibuza
Zendithi andimazi umntu onjengaye

Поcмотреть все песни артиста

Other albums by the artist

Similar artists