Kishore Kumar Hits

Bravo Le Roux - Intando Ka Thixo lyrics

Artist: Bravo Le Roux

album: Ndingu Ta Bravo Kuwe


Le Yintando Ka Thixo
Sure!!
Xa unolazi ibali lam, ndiyak'thembis' ungalila
Xa unosazi istory sam, ndiyak'thembis' ungand'ngqina
Ngaske ndiy'bone impumelelo naye umam'esaphila
Kusekude apho ndiya khona kodwa nam ndizofika
Ndizofika ndenze izinto abangazange baz'cinga
Ndizofika wonke umhlaba ndimel' umzantsi Afrika
Ndizofika nento ezintsha, Ekse andinokwazi nozinza
Ndzofik' iKhayelitsha yonke ndiyenze ikhay'eline s'dima
Ngqina lam, uzothi kum ndanditshilo
Mna ndiqhutywa liphupha, andizo gacel' iLimo mna
Andizogaca nabani na, mna ndimamel'iThixo
Sendis'sthathile is'gqibo
Sendis'thathil' is'gqibo
Sendis'thathile is'gqibo, soba ndincame yonk'into
Ndinqabile kum emzana kuba nd'zama lempilo
But ndiyazama ukuba check'a qho xa ndi dratel'uLingo
Lena yi ntando ka Thixo
Lena yi ntando ka Thixo
If bendingomnye umntu bendizothi ndiw'ncamil' umjolo
There's a really thin line between uThando nomgowo
Mna ndi busy sispan not ooAmanda nooGcogco
If ndingane dlala nemoto,
Bangandithandela lonto
Unzima umjolo wase Kapa
And'sakwazi uthemba kwamntu ozond'xelel' uyand'thanda
Kukho nenye imedi eyand'xelel'iyand' ncanywa
But yasendela uLingo iinudes then yatyisa noPhaKZaH
Ay'lobali
But it is what it is
Ndikhumbula nelaxesha ngoku uZindzi efuna und'tyisa
Qha iex yakhe ngum'rapper, so I couldn't give her the D
And it was only for iclout because bendise TV'n
I'm just keeping it real.
I hope you see what I mean
If you check the brighter side she believe in the dream
She believe she believes. And I believe in the team
Like the Gucci logo, I got Gs in my genes
Leyo yo pressure yoba yi Top 5
But andi judge'i kwa ujudge'a, yipholas, jo'. Akho fight
Ubom bam yi shooting range, wonk'umntu ushoot' ushot yakh'
Yerrr, ekse majita ndisuka fer
UOledi estress'a ngomastand onyus'irent
Sigxothwe emizini yabantu singalali sifun'iiplek
Namhlanje I'm going extra hard andilali ndifun'iiplaques
Ekse
Yonke yintando
Ukuba ndibelapha namhlanje yintando ka Thixo
Lena yintando ka Thixo
Noba silale singatyanga iseyiNtando ka Thixo
Lena yintando ka Thixo
Ndisavuka ndizabalaza iseyintando ka Thixo
Lena yintando ka Thixo
I gotta dala what I must
Ngenxa ye Ntando ka Thixo

Поcмотреть все песни артиста

Other albums by the artist

Similar artists