Makadume u-Krestu, ingabi ndim
Makaviwe u-Krestu abonwe
Kuzo zonk' izenzo ibe ngu-Krestu
Ibe nguYe ngengcinga nangezwi
NguKerstu ondixhase intswelo zam
NguKrestu yedwa ongamandla am
NguKrestu yedwa ogcine konk' okwam
Krestu yedwa kube naphakade
Krestu yedwa kube naphakade
Поcмотреть все песни артиста
Other albums by the artist