Kishore Kumar Hits

Thandiswa - Lahlumlenze (Live) lyrics

Artist: Thandiswa

album: Dance of the Forgotten Free - Live in Concert


Oh yindaba kabani le, (yindaba kaban'
Umandilahlumlenze, yindaba kabani) x3
Yindaba kabani le, (yindaba kaban'
Umandilahlumlenze, yindaba kabani) x2
Yindaba kabani le!
Ndinebhongo, ndiyaziqhenya ngawe mzontsundu,
(Ayhehaaaa...)
Ndinebhongo, ndiyaziqhenya ngawe mzontsundu,
(Halalaaa...)
Ndinebhongo, ndiyaziqhenya ngawe mzontsundu,
(Yohaaa...)
Ndinebhongo, ndiyaziqhenya ngawe mzontsundu
Thina siphila ngengoma, (Oyha ohaaaa...)
Thina siphila ngengoma, (Awu yebo)
Thina siphila ngengoma, (Oyha ohaaa...)
Thina siphila ngengoma
Naphila kanjani na, siphila ngengoma, (Yhe
Uwooo...)
Naphila kanjani na, siphila ngengoma
Let the music play on
Let the music play on, on and on and on! Oh yindaba kabani Yindaba kabani Oh yindaba kabani le, (yindaba kaban'
Umandilahlumlenze, yindaba kabani) x3
Yindaba kabani le, (yindaba kaban'
Umandilahlumlenze, yindaba kabani) x2
Yindaba kabani le!
Thina siphila ngengoma, (Oyha ohaaaa...)
Thina siphila ngengoma, (Awu yebo)
Thina siphila ngengoma, (Oyha ohaaa...)
Thina siphila ngengoma
Naphila kanjani na, siphila ngengoma, (Yhe
Uwooo...)
Naphila kanjani na, siphila ngengoma
Yindaba kabani Xa ndi, xandilahl'umlenze
Yindaba kabani Xa ndilahl'umlenza

Поcмотреть все песни артиста

Other albums by the artist

Similar artists