Sondela Nontombi
Ndik'balisele nants' intsomi
Sondela Nontombi
Ndik'balisele nants' intsomi
Sondela Nontombi
Ndik'balisele nants' intsomi
Sondela Nontombi
Ndik'balisele
Ndathi ndiz' hambela
Ndadibana nexhego lakuth' uHlomla, Lidala Ngoba Lineempondo
Wandibuz' impilo
Ndathi zimbi zonke
Wathi akusiz' uk'khala
Ndathi Ndo'mxelela ukuba kudala sisiwa sivuka
Silwelana nalomhlaba wethu
Wath'akandkholelwa
Ndath' ziinyani zodwa
Thin'asiz' balis'iintsomi
Siphila ngokuz'lwela
Nangona sizam'impilo yethu, nabazali, nabantabakwethu
Silungel'ukuy'fela
Nasinik' izibindi, ngoku okunye soz'phandela
Uyavimb' umama 'lapha
Uyavimb' utata 'lapha (Chosi Ntsomi)
Benza ngabom, bayawaz' umthetho (Chosi Ntsomi)
Uyavimb' umama 'lapha
Uyavimb' utata 'lapha (Chosi Ntsomi)
Benza ngabom, bayawaz' umthetho (Chosi ntsomi, Chosi Ntsoooo-mi)
Uyavimb' umama 'lapha
Uyavimb' utata 'lapha (Chosi Ntsomi, Chosi ntsomi, Chosi ntsomi)

Kubi ngeyon' indlela (ngeyon'indela)
Ixesha lis'jikele
Namalungel' ethu ahombis' iincwadi zoomantyi
Ukant' ngeliny'ixesha (ngeliny'ixesha)
Kuthi mandincame (kuthi mandincame)
Ndicing'indlel'enafa ngayo
Ke ngoku ngeke siyeke
Nangona sizam'impilo yethu nabazali, nabantabakwethu
Silungel'ukuy'fela
Nasinik' izibindi, ngoku okunye soz'phandela
Uyavimb' umama 'lapha
Uyavimb' utata 'lapha (Chosi Ntsomi)
Benza ngabom, bayawaz' umthetho (Chosi Ntsomi)
Uyavimb' umama 'lapha
Uyavimb' utata 'lapha (Chosi Ntsomi)
Benza ngabom, bayawaz' umthetho (Chosi ntsomi, Chosi Ntsoooo-mi)
Uyavimb' umama 'lapha
Uyavimb' utata 'lapha (Chosi Ntsomi, Chosi ntsomi, Chosi ntsomi)
Benza ngabom, bayawaz' umthetho (Chosi Ntsomi)
Uyavimb' umama 'lapha
Uyavimb' utata 'lapha (Chosi Ntsomi, Chosi ntsomi, Chosi ntsomi)
Benza ngabom, bayawaz' umthetho (Chosi Ntsomi)
Iya-huuuuu
Ndathi ndiz' hambela
Ndadibana nexhego lakuth' uHlomla, Lidala Ngoba Lineempondo
Wandibuz' impilo
Ndathi zimbi zonke
Wathi akusiz' uk'khala
Ndathi Ndo'mxelela ukuba kudala sisiwa sivuka
Silwelana nalomhlaba wethu
Wath'akandkholelwa
Ndath' ziinyani zodwa
Thin'asiz' balis'iintsomi (Thina s'xole kanjani?)
Siphila ngokuz'lwela (Thina s'xole kanjani sihlupheka kanje?)
Nangona sizam'impilo yethu, nabazali, nabantabakwethu
(Thina s'xole kanjani?)
Silungel'ukuy'fela (Thina s'xole kanjani sihlupheka kanje?)
Nasinik' izibindi, ngoku okunye soz'phandela (Thina s'xole kanjani?)

(Thina s'xole kanjani sihlupheka kanje?)
Wuuuhhuu-huu ngoku okunye soz'phandela
(Thina s'xole kanjani sihlupheka kanje?)
Whuu-hungoku okunye soz'phandela
(Thina s'xole kanjani?)
(Thina s'xole kanjani sihlupheka kanje?)
Whu-hu-hu ngoku okunye soz'phandela
(Thina s'xole kanjani?)
(Thina s'xole kanjani sihlupheka kanje?) Mmhmmm-mhm-mh-mhmmm
(Chosi ntsomi)
Sondela Nontombi
(Chosi ntsomi) Ndik'balisele nants' intsomi (Chosi ntsomi)
Sondela Nontombi (Chosi ntsomi)
Ndik'balisele nants' intsomi (Chosi ntsomi)

Sik'balisele
Поcмотреть все песни артиста
Other albums by the artist