Yintoni na umuntu, lent' umthanda kangaka?
Yintoni na umuntu, lent' umthanda kangaka?
Yintoni na umuntu, lent' umthanda kangaka?
Yintoni na umuntu, lent' umthanda kangaka?
Umuph' isipho esinje, kulungile Thixo
Yintoni na umuntu, lent' umthanda kangaka?
Undinikile othandwa ndim'
Undinikile owentliziyo yami
Undinikile Thixo othandwa ndim'
Undinikile owentliziyo yami
Zipho zenkosi zivel' ezulwini
Zipho zenkosi ezam' nami
Zipho zenkosi zivel' ezulwini
Zipho zenkosi ngezam' nami
Unginikile Thixo othandwa ndim'
Unginikile owenhliziyo yami
♪
Undinikile Bawo othandwa ndim'
Unginikile owenhliziyo yami
Oh, undinikile Bawo othandwa ndim'
Oh-oh, 'ndinikile owentliziyo yami
Oh, 'ndinikile Bawo othandwa ndim'
Oh, 'ndinikile owentliziyo yami
♪
Unginikile Thixo othandwa ndim'
Unginikile owenhliziyo yami
Поcмотреть все песни артиста
Other albums by the artist