Kishore Kumar Hits

Ntokozo Mbambo - Kubobonke Othixo - Live lyrics

Artist: Ntokozo Mbambo

album: Filled (Live)


Kubobonke oThixo
Akekho onjengawe
Kuba yinceba zakhe
Zimingu na phakade
Zona zimingu na phakade
Kubobonke (kubobonke oThixo)
Akekho (akekho onjengawe)
Kuba yinceba zakhe
Zimile nguna phakade (zimile nguna phakade)
Zimile na phakade
Zimile nguna phakade (zimi ngu)
Hallelujah (na phakade)
Kubobonke (kubobonke oThixo)
Akekho (akekho onjengawe)
Kuba yinceba zakhe
Zimile njalo (zimile nguna phakade)
Zimile nguna phakade
Zimile, zimile, zimile nguna phakade (zimi ngu)
Zimile zimile (zimile na phakade)
Zimile zimile nguna phakade (zimile nguna phakade)
Izithembiso zakhe zimile nguna phakade
Inceba zakhe zimile, zimile nguna phakade
Zimile, zimile, zimile nguna phakade (zimi ngu)
Zimile zimile (zimile na phakade)
Hallelujah

Поcмотреть все песни артиста

Other albums by the artist

Similar artists