Kishore Kumar Hits

Ncebakazi Msomi - Gcobani - Live lyrics

Artist: Ncebakazi Msomi

album: The 34th Psalm (Live)


Gcobani kuYehova, mhlaba wonke
Khonzani uYehova ngomcobo
Nize ebusweni bakhe ngeendumiso zovuyo
Yazini ukuba uYehova unguThixo
Nguye osidalileyo asisithi, thina bantu bakhe Neegusha zedlelo lakhe
Ngenani emasangweni akhe ngokubulela
Nasemakhusini akhe ngendumiso
Yibani nokubulela kuye
Nidumise igama lakhe
Ngokuba elungile uYehova
Ububele bakhe bungunaphakade
Nenyaniso yakhe ihleli kwizizubulwana Ngezizukulwana
Udumiso ma lube kho kuye uYise
Nakuy'uYesu uNyana nakuye uMoya oyiNgcwele
Nje ngokuba kube kunjalo kwa sekuqalekeni
Kunjalo kaloku nje, kuya kumana kuba njalo
Kude kube ngunaphakade
Amen

Поcмотреть все песни артиста

Other albums by the artist

Similar artists