Kishore Kumar Hits

Ncebakazi Msomi - Izintw' Ezintle - Live lyrics

Artist: Ncebakazi Msomi

album: The 34th Psalm (Live)


Siyambonga
Simduse
Simdumise
Ngoba uzenzil' izintw'ezintle
(Imihla nge mihla) Siyambonga
Simduse
Simdumise
Ngoba uzenzil' izintw'ezintle
(Imihla nge mihla) Siyambonga
Simduse
Simdumise
Ngoba uzenzil' izintw'ezintle
(Imihla nge mihla) Siyambonga
Simduse
Simdumise
Ngoba uzenzil' izintw'ezintle
Imisebenzi yakhe (mihle), imisebenzi yakhe (mihle)
Ngoba uzenzil' izintw'ezintle
Imisebenzi yakhe (mihle), imisebenzi yakhe (mihle)
Ngoba uzenzil' izintw'ezintle
Sincom'umsebenzi wakhe (mihle), umsebenzi wakhe (mihle)
Ngoba uzenzil' izintw'ezintle
Imisebenzi yakhe (mihle, mihle)
Ngoba uzenzil' izintw'ezintle
Xa si jong'emuva
Apha sivela khona
Siyamangala kukwenza kwakho
Xa sidibanisa
Konk'ok'kwenzileyo
Siyamangala kukwenza kwakho
Xa si jong'emuva
Apha sivela khona
Siyamangala kukwenza kwakho
Thina, xa sidibanisa
Konk'ok'kwenzileyo
Siyamangala kukwenza
Imisebenzi yakho (mihle), imisebenzi yakho (mihle)
Ngoba uzenzil' izintw'ezintle
Sibong'uk'sebenza kwakho (mihle), ukusebenza kwakho (mihle)
Ngoba uzenzil' izintw'ezintle
Imisebenzi yakho (mihle), msebenzi yakho (mihle)
Ngoba uzenzil' izintw'ezintle
Wena wenz'intw'ezintle (mihle), wenz'intw'ezintle (mihle)
Ngoba uzenzil' izintw'ezintle

Sibong'uk'sebenza kwakho (mihle), ukusebenza kwakho (mihle)
Ngoba uzenzil' izintw'ezintle
Wena wenz'intw'ezintle (mihle), wenz'intw'ezintle (mihle)
Ngoba uzenzil' izintw'ezintle
Sincom'uksebenza kwakho (mihle), sebenza kwakho (mihle)
Ngoba uzenzil' izintw'ezintle
Sibong'uk'sebenza kwakho (mihle, mihle)
Ngoba uzenzil' izintw'ezintle

Поcмотреть все песни артиста

Other albums by the artist

Similar artists