Kishore Kumar Hits

Nathi - Amagama lyrics

Artist: Nathi

album: Umbulelo Wam


Makuded' ubumnyama kuvel' ukukhanya endleleni zam
Ndyayazi ilizwi le ndod' engenamali alivakali
Ndyakuthanda ntombazana
Ndyakthanda manyan nyani
Andazi ndenze kanjani
Ndyakuthanda ntombazana
Mna ndyakthanda manyan nyani
Andazi ndenze kanjani
Ngamagama, oh
Ndiphelelwa ngamagama, hayi
Ndyakuthanda ntombazana
Ndyakthanda manyan nyani
Andazi ndenze kanjani
Ndyakuthanda ntombazana
Mna ndyakthanda manyan nyani
Andazi ndenze kanjani
Ndyakuthanda ntombazana
Mna ndyakthanda manyani nyani
Ndiphelelwa ngamagama
Amagama, amagama, amagama
Usistofu sam samalahle esind'khusel' ezingqeleni zobusika
Usisambulela sam selang' esindkhusel' emalangen' asehlotyen
Uligungqu lam le tshokolethi, limnandi nje nge toffolux
Andazi ndenze njani
Ndifun' amagama anenyani
Ndifun' amagam' anencasa
Ndfun' amagama anothando
Ndifun' amagama anamandla
Ndfun' amagama anothando
'Smakad' uzokukhusela phakathi kwezaqhwithela
Phakathi kwezaphuselane
Ngqu mhakho ndyakuthanda mna
Ngqu mhakho uyandchaza mna
Ngqu mhakho ndyakuthanda mna
Amagama, amagama,
Ndiphelelwa ngamagama
Amagama, amagama, amagama
Ndiphelelwa ngamagama
Amagam' annyani
Amagam' anencasa
Ndiphelelwa ngamagama

Поcмотреть все песни артиста

Other albums by the artist

Similar artists