Inyathi ibuzwa kwaba phambili
Cel'abayi bononileyo bandibonise indlela
Iske angathi ndisuzela emanzini
Imithandazo yam ayifiki kuwe somandla
Ndiphatha ngapha ndizama ngapha
Akuvumi akuyi phambili
Kuthiw'indonda ayikhayli
Wakhe wasiva isijwili
Sendoda eyophela ngaphakathi
Imizamo yami
Imizamo yami
Sebeyi hlabe ngeza folokwe
Zika satana
Imizamo yami
Imizamo yami
Sebeyi hlabe ngeza folokwe
Zika satana
Imizamo yami
Imizamo yami
Sebeyi hlabe ngeza folokwe
Zika satana
Imizamo yami
Imizamo yami
Sebeyi hlabe ngeza folokwe
Zika satana
Yesu ndincede
Thixo woobaw'uMbanga
Thixo woobaw'uMbanga
Yesu ndincede
Thixo woobaw'uMbanga
Thixo woobaw'uMbanga
Ukukholwa ke kukuqiniseka
Ngezinto esine themba lazo
Ikwakuku qiniseka
Nango bukho bezinto
Esingaziboniyo
Ndiqhawula ndiqhawula ndiqhawula
Ndiqhawula amakhamandele
Abophelel'impumelelo Yobomi bami
Ndiqhawula ndiqhawula ndiqhawula
Ndiqhawula amakhamandele
Abophelel'impumelelo Yobomi bam
Imizamo yami
Imizamo yami
Sebeyi hlabe ngeza folokwe
Zika satana
Imizamo yami
Imizamo yami
Sebeyi hlabe ngeza folokwe
Zika satana
Imizamo yami
Imizamo yami
Sebeyi hlabe ngeza folokwe
Zika satana
Imizamo yami
Imizamo yami
Sebeyi hlabe ngeza folokwe
Zika satana
Yesu ndincede
Thixo woobaw'uMbanga
Thixo woobaw'uMbanga
Yesu ndincede
Thixo woobaw'uMbanga
Thixo woobaw'uMbanga
Yesu ndincede
Thixo woobaw'uMbanga
Thixo woobaw'uMbanga
Поcмотреть все песни артиста
Other albums by the artist